Four taken in for questioning over Ngcobo massacre

Siyabulela Mqikela|Published

Four men have been taken in for questioning in connection with the murder of five policemen and a civilian in Ngcobo.

Makwande kumasiko nezithethe zakwaNtu

Siyabulela Mqikela|Published

Ukusukela ngaphambi kokufika kwabasemzini kweli lizwekazi lase-Afrika abantu balo mhlaba babephila ngokuzenzela ngezandla zabo bevelisa ukutya, izinto zokunxiba ...

Amandla asezandleni zolutsha

Siyabulela Mqikela|Published

“Eli lizwe liyakuya phambili kuphela xa abantu abatsha bedlala indima ephambili ekuzixhobiseni ngezakhono kwakunye nemfundo. ” ...

UDoris Msomi ungumzekelo kwintombi zakhe

Siyabulela Mqikela|Published

“Ukuthobela imiqathango nemigqaliselo yezoshishino ...

Ubuyiselwa ekhaya uStuurman wama-Khoi

Siyabulela Mqikela|Published

“Kulo nyaka-mali siza kuqhuba neli phulo lokubuyiswa kwala majoni kwaye oku kuquka noDavid Stuurman,” utsho -uAndile Nduna wesebe lemidlalo, inkcubeko nemicimbi ...

Liphinde lafika ixesha lokwalusa: Ucela intsebenziswano uDimaza

Siyabulela Mqikela|Published

Ikomiti ejongene nemicimbi yezempilo kwipalamente yephondo leMpuma Koloni imemelela intsebenziswano emandla phakathi kwabazali, iinkosi zemveli, amadoda kwakunye ...

Indoda yaseLady Frere icela uncedo

Siyabulela Mqikela|Published

Icela uncedo nokuba lolunjani indoda eminyaka engamashumi amathathu anesibhozo yaseLady Frere kwingxaki yesifo esenza nzima ubomi bakhe ukusukela ngonyaka ka1987. ...

iiKumkani ziza kumsitho kaZwelonke eNqadu

Siyabulela Mqikela|Published

Kulindeleke ubukho bee-kumkani eziphuma kwizindlu ...

Sigwetyiwe isidlwengu saseCumakala

Siyabulela Mqikela|Published

UTHIWE nkaa ngeshumi elinesihlanu umfama waseCumakala, emva kokuba inkundla yale ngingqi imfumene enetyala izolo. Lo mfama, uWilliam Martin Knoetze ebevele enkundleni ...

Sivele enkundleni isidlwengu seemveku

Siyabulela Mqikela|Published

Lifumene inkxaso engathethekiyo uqhankqalazo lwabahlali baseCumakala nebelikhokelwa ngumphathiswa wesebe lophuhliso lwentlalo yoluntu kweliphondo, uNancy Sihlwayi, ...

Bantu Holomisa ugxeka iMvuselelo yoMhlobo Wenene

Siyabulela Mqikela|Published

Umongameli wombutho weUDM uBantu Holomisa ugxeke kabukhali isikhululo soMhlobo Wenene ngento ayibize ngokuba kukusetyenziswa kwenkqubo yeMvuselelo nje ngesixhobo ...

Nxasana uwongwa yiWalter Sisulu University

Siyabulela Mqikela|Published

IYunivesithi i-Walter Sisulu (WSU) eMthatha kulindeleke ukuba iwonge ngesidanga sobugqirha uSizwe Nxasana ngethuba izakuba iqhuba uthweso zidanga zonyaka ka-2015 ...

R800 000 ibekelwe ukubuyiswa kwamathambo amajoni emikhosi yemibutho yenkululeko

Siyabulela Mqikela|Published

Kulindeleke ukuba kubiyiswe amanye amathambo amajoni emikhosi yemibutho yenkululeko kweli nawathi abhubhela kumazwe angaphandle esilwela inkululeko yelizwe loMzantsi ...

Lehlile inani leengozi ephondweni

Siyabulela Mqikela|Published

Liphantsi inani labantu ababhubhe kwiI-ngozi zendlela kweliphondo leMpuma Koloni kwinyanga kaTshazimpuzi walonyaka xa kuthelekiswa neminyaka engaphambili

Sinxubile isizwe sama-Khoi ngoSarahBaartman

Siyabulela Mqikela|Published

IInkokheli zemveli zesizwe samaKhoi zivakalise ukudana sisiganeko sokonakaliswa oknaye ukungcoliswa kwengcwaba lika Sarah Baartman eHankey kweli leMpuma Koloni

Kusaxatyanwa ngoNonesi eMalahleni

Siyabulela Mqikela|Published

Kulindeleke ukuba zothule ingxelo yazo kumasipala wase Malahleni iinkosi zakwa Gcina malunga nezimvo zazo kwisiphakamiso sokumiswa komfanekiso oqingqiweyo kakumkanikazi ...

Bugcisa, Uqoqosho eKomani

Siyabulela Mqikela|Published

Amaqela omculo wevangeli, amagqirha, umbhaqanga nomaskandi bafumene ithuba lokubonakalisa izakhono zabo, ngethuba kuqhutywa umnyhadala womculo kuKomani kwiveki ephelileyo ...

Iphulo lokuphucula nokucoca iDikeni

Siyabulela Mqikela|Published

Limiselwe ngokusesikweni iphulo lokuphucula idolophu yase Dikeni ngoLwesibini, nalapho umphathiswa wesebe lezendlela uThandiswa Marawu athe wakhokela igqiza lesebe ...

Nomhle wenza ubuhle kwaZakhele

Siyabulela Mqikela|Published

Ubusika buzakufika bexhobile abantwana besikolo iMnyanda Primary School kwaZakhele eBhayi kulandela isisa abasenzelwe nguceba wabo wakwa wadi 18 uNomhle Mzilikazi. ...

“Eli phondo lethu lithi hayi kubukulwano ngokobuzwe. . . ”

Siyabulela Mqikela|Published

Oyinkokheli yeqela labantu abaphuma kwilizwe lase Uganda nase Kenya uOma Lule, wenze amazwi ombulelo kubantu bephondo le Mpuma Koloni kwidolophu yase Monti, ngokubaxhasa ...

Urhulumente wandisa iinkomo eNkonkobe

Siyabulela Mqikela|Published

Umphathiswa wesebe lophuhliso lamaphandle kweliphondo uMlibo Qoboshiyane unikezele ngeenkomo eziquka inkunzi zamaBhraman, iiNguni neeBhonsmara kumafama amangaphezu ...

Isebe lakhela usapho lwase Nyarha

Siyabulela Mqikela|Published

Umphathiswa wesebe lezindlu kweliphondo leMpuma Koloni uHelen Sauls-August ekunye nosodolophu wase- Amathole uNomasikizi Konza, bazakugqithisa indlu entsha kwisapho ...

Kusathiwe xha ngoNonesi

Siyabulela Mqikela|Published

Kuvunyelenwe ngokuba kukhe kunqunyanyiswe okwethutyana ukumiswa komfanekiso oqingqiweyo kakumkanikazi uNonesi kwidolophu yase Lady Frere kumasipala wase Malahleni. ...

Ikhephu lingawa eMpuma Koloni

Siyabulela Mqikela|Published

Kulindeleke amaqabaza wekhephu kwindawo ezithile zephondo leMpuma Koloni nanje ngoko ungena ngamandla umsinga obandayo kweli loMpuma Koloni, ingakumbi kwidolophu ...

Amafama aseDutywa anethemba kwisivuno

Siyabulela Mqikela|Published

Lizele amaduna namathokazi iphulo lolimo kumafama ase Bholothwa eDutywa emva kokungenelela kwesebe lezolimo nophuhliso lwamaphandle kweliphondo leMpuma Koloni